Ngayo yonke imibhiyozo yokuthwasa kwenyanga –nditsho nangaleyo *yoMhla woPhumlo –izizwe zonke ziya kuza zigxalathelana,zize kundinqula.”Lowo ke ngumlomo kaNdikhoyo.