“Kwanjengokuba amazulu amatsha nehlabathi elitsha –nditsho la ndiza kuwadala –aya kuhlala ehleli phambi kwam,koba njalo kwigama lakho nakwizizukulwana zakho.