Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 66:19 Ibhayibhile (XHO96)

“Kambe ke ndomisa umqondiso phakathi kwazo, ndibasindise abanye bazo, ndibathumele kwiintlanga ezikude, ezo zingazange zive ngodumo lwam, zingawabonanga amandla nobungangamsha bam: eTashishe, eLibhiya, naseLidiya – kwezo ncutshe zeentolo – eTubhali, nakwelamaGrike. Phakathi kwezi ntlanga ke bobubhengeza ubungangamsha bam.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 66

imbono Uisaya 66:19 kwimeko