kodwa abo bayihlwayeleyo boyivuna –baya kuyitya badumise uNdikhoyo ngayo;ewe, abo bayiqokelelayo idiliyabosela iwayini enkundleni yendlu kaThixo.”