Awusayi kuphinda utshonelwe langa,nenyanga ayisayi kubuya iphele;uNdikhoyo wokukhanyisela nanini-nanini,ingaze ibuye ibekho imihla yesingqala.