*UNdikhoyo ke uthi:“Ukuba nithe ke nawuhlonela *uMhla wokuPhumla,nayeka ukuzikholisa ngalo mhla wam uwodwa,xa nithe nawulangazelela lo mhla,ukuba niyawuxabisa umhla kaNdikhoyo,ngawo ningenzi misebenzi iyeyenu,niyeke ukuzonwabisa ngawo nokuthetha ngokungakhathali,