Abanye benu baya kuwakha amabhodlo akudala;iziseko zamandulo ziya kuvuswa.Kothiwa ningabakhi beendonga eziwileyo,abavusi bezitalato ukuze kumiwe kuzo.”