*UNdikhoyo uyabuza, uthi:“Ngoobani ezi zithixo nizoyika kangaka?Ngenxa yazo nide anathembeka,mna anabi sandikhumbula mpela.Ngaba ndithule ndada ndagqithisale nto ningasandazele nto ngoku?