Nibhadula nide nidinwe, nifuna izithixo,kodwa anivumi ukuba yinkcitha-xesha.Anizilibali nisomelezwa zizithixo;yiyo le nto ngathianidinwa.”