Abantu basidelile basibukula,saba ngumntu wenkxwaleko nentlungu.Saba njengalowo ufulathelwayo, engasiwa so;saba ngulowo udeliweyo, nathi asasikhathalela.