Mna ndawatwabulula amazulu,ndazaneka iziseko zehlabathi.KwiZiyon ke ndithi:‘Ke wena ungowam;imfundiso yam ndikunikile,futhi ke ndiyakukhusela.’ ”