Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 50:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ndakufika akubangakho bani undamkelayo;ndaba ngamemeza akwasabela mntu.Ngaba imfutshane na ingalo yam?Ngaba andinako na ukukukhulula?Mhlawumbi makube andinamandla na ukuze ndikusindise?Ndithi ndingakhalima lome qoko ulwandle,imilambo itsho ibharhe,iintlanzi zife kukunqaba kwamanzi;yeka ke elo phunga!

funda isahluko epheleleyo Uisaya 50

imbono Uisaya 50:2 kwimeko