Ngaloo mini ke zibhavumla phezu kwalo,zitsho ngomgqumo ngathi lulwandle.Wothi wakukrwaqula ke kulo mhlabaufike uyinkxwaleko nembonde-mbonde,ukukhanya kuginywe bubumnyama bamafu.