Ziinto ezivungama okwengonyama;ewe, umgqumo wazo ngathi yingonyama entsha.Zigragrama zilithi xhwii ixhoba lazo,zilithi xhakamfu kungabikho unokulamla.