Yeha! Kunyembelekile kuni,nina bavuka ekuseni,nisukelana notywala kube njeya;nina bajikeleza kude kube sebusuku,nide nibe zizinxada-nxada kukunxila!