UNdikhoyo uKumkani kaSirayeli noMkhululi wakhe,nditsho uSomandla-onke, uthi:“Ndingowokuqala;ndikwangowokugqibela;akukho Thixo wumbi ngaphandle kwam.