Uthile wothi: ‘NdingokaNdikhoyo;’omnye azibandakanye nendlu kaYakobi;wumbi agximfizwe ‘Ndikhoyo’ esandleni,naye azibize ngokuba ngumSirayeli.”