Ndiyaluphumelelisa udaba lwezicaka zam,ndizifezekise izihlabo zabathunywa bam.IJerusalem ndithi isaza kumiwa,iidolophu zakwaJuda zibuye zakhiwe,kuvuke izixeko kuloo mabhodlo.