Nalu udaba lukaThixo uNdikhoyo,umdali owatwabulula amazulu;nguye owalaneka ihlabathi nako konk' okwalo;abemi balo wabaphakel' ubomi,abantu balo wabanik' ukuphefumla: