Ikho kamb' imini ezayo;*uNdikhoyo uSomandla-onke woba ngathi yintshinga,isiqhwaqhwalala sembasa yeentyatyambo;uya kuba njalo kwelo qaqobana lisindileyo.