Loo ntyatyambo itshitshayo, ichophe phezu kwentili echumayo,yoba ngathi lulibo lwamakhiwane,lona luthi lungavela luqhawulwe lutyiwe.