Kuba uNdikhoyo uya kulwa njengamhla mnene,nditsho apho kwintaba iPerazim.Koba ngathi kukwintili yaseGibhiyon;woba ufezekisa umsebenzi ongalindelekanga,ephumeza oko kuhlasimlisayo.