Ngaloo mhlandini ke uNdikhoyo uya kohlwaya,athi ekwiinginginya zasemazulwini ezulwini phezulu,abe ekwizikumkani zezizwe ehlabathini phantsi.