Phendula, kumkanindini waseJiputa:Aphi loo maphakathi akho aziingqondi?Ngani ke ukuba angakucebisiakuxelele oko kuza kuhlela iJiputa?Nditsho isicwangciso sikaNdikhoyo uSomandla-onke.