Amaphakathi aseZowan wona zizityhakala;loo matshawe alumkileyo ayalahlekisa!Ngani ukuba ade athi kukumkani:“Thina siziingcaphephe zeengqondi,amahlakani ezikumkani zamandulo”?