Ixesha liyeza apho uNdikhoyo uSomandla-onkeaya kunikwa aphiwe imirhumongabo balizwe liphanjwe yimilambo,iingwanyalala zesizwe esimandla,amafaf' alusu lumpuluswa,izintw' ezoyikwa lilizwe jikelele.Ewe, baya kuza kwintaba iZiyon,apho anqulwa khona uNdikhoyo uSomandla-onke.