Kalok' *uNdikhoy' undixelele wathi:“Ndiya kuthi zole cwaka, ndijonge;ndoqwalasela ndisekhayeni lam ezulwini,ndizole ngathi kukuwa kombethe ebusuku,cwaka ngathi lilanga ligqats' ubhobhoyi.”