Ngelo thuba ke kosekwa ubukumkani,bumiselwe ngothando olunezibele.Esihlalweni kongqendeva onyanisekileyo.Lowo ke woba ngowendlu kaDavide.Yena ke uya kulawula ngobulungisa,alangazelele ulungelelwano nocwangco.