Ezingxandeni yoba sisijwili samaxhwili,nodyakalashe atsho ngomkhulungwane kuloo mapomakazi.Ewe, ngoku ixesha layo lisemnyango,nemihla yayo isongekile.