Iya kuba likhaya lamarhamncwa;badakase khona noodyakalashe;iya kusala ilikhaya lezihulu-hulu,nemigewu yeebhokhwe iqakathe khona.