IBhabheli yinzwakazi phakathi kwezikumkani,iligugu neqhayiya lamaKaledi,kodwa yobhukuqwa ifane neSodom neGomoramhla wazihlasela uThixo.