Okwakungabafana aya kubageqa ngeentolo;wona akanalusini nasezintsaneni;ewe, akavakalelwa nasebantwaneni.