Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhlaziyo-Mnqophiso 19:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba abantu ababini baphumile baya kutheza ehlathini, waza ke wathi omnye wabo esagawula umthi lasuka lapoqa izembe lakhe laza lamenzakalisa wafa omnye lowo, lo ebegawula makaphephele kwenye yezo dolophu ukuzisindisa.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 19

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 19:5 kwimeko