Umthengisi akayi kuwubuyiselwa umhlaba wakhenokuba usaphila nomthengi,kuba awuzukujikwa umbono oxela intshabalalo yesihlwele.Akukho namnye oya kuba nako ukusindisa ubomi bakhe,kuba kaloku akukho namnye ungonanga.