Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 44:19 Ibhayibhile (XHO96)

Xa bephumela kwinkundla engaphandle, apho kuhleli abantu, kufuneka bayikhulule impahla ebebelungiselela ngayo, bayishiye kumagumbi awodwa, baze banxibe enye, ukuze bangababeki esichengeni abantu ngempahla abayinxibileyo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 44

imbono Uhezekile 44:19 kwimeko