Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 39:11 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngaloo mhla uGogi uya kungcwatyelwa kwaSirayeli, kwintlambo ekuhanjwa kuyo ngabahambi abaya ngasempumalanga ngakuLwandle oluFileyo. Elo ngcwaba liya kuxaba endleleni yabahambi, kuba aya kuba elapho amangcwaba kaGogi nesihlwele sakhe siphela. Iya kubizwa ngokuba yintlambo yesihlwele sikaGogi.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 39

imbono Uhezekile 39:11 kwimeko