Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 39:10 Ibhayibhile (XHO96)

Akusayi kubakho mfuneko yakutheza endle nokugawula iinkuni emahlathini, kuba baya kubasa izixhobo. Baya kuthimba kwa-abo bebefudula bethinjwa ngabo, batyhuthule abo bebefudula betyhuthulwa ngabo, itsho iNgangalala uNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 39

imbono Uhezekile 39:10 kwimeko