Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 31:18 Ibhayibhile (XHO96)

“Nguwuphi umthi kweyaseIdeni onokufaniswa nawe ngobuqaqawuli nobungangamsha? Kanti nawe, kumkani waseJiputa, uya kutshoniswa phantsi komhlaba kunye nemithi yaseIdeni; uya kulala phakathi kwabangalukanga, abo batyakatywe ngekrele.“Nditsho wena kumkani waseJiputa nezihlwele zakho zonke; ewe, itsho iNgangalala uNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 31

imbono Uhezekile 31:18 kwimeko