Abo babephumla emthunzini wawo, izizwe ezingabancedisi bawo, nabo babengene engcwabeni kunye nawo, baya kuhlangana nâbo babefe ngekrele.