“Xa kunjalo bonke abahlala eJiputa baya kwazi ukuba mna ndinguNdikhoyo.“Ubusoloko ungumsimelelo wengcongolo wendlu kaSirayeli.