uyabaxhaphaza abantu xa ebolekisa,ewe, ubiza inzuzo engaphaya.“Ngaba uya kubudla ubomi umntu onjalo? Hayi! Ngokwenza onke la manyundululu umelwe kukufa, avune into abeyihlwayele.