uyawacinezela amahlwempu nabasweleyo;ungumphangi;akayibuyisi impahla abeyibanjiswe ngobolekayo;unqula izithixo;wenza amanyundululu;