Kaloku uxhaphaze izizwe ezininzi;wena ke woxhatshazwa ngamasalela azo.Kaloku uliphalazile igazi lomntu;ewe, uyitshabalisile imihlaba,wabhuq' iidolophu nabemi bazo.