Abanamatyala kuwe bosuka bakuvukele ngequbuliso;bokujikela bakutsho ungcangcazele,ibe nguwe kanye lowo uphangwayo.