Testamente Endala

Testamente Entsha

Uezra 7:25 Ibhayibhile (XHO96)

“Ke wena, Ezra, ngokobulumko onabo obuphiwe nguThixo wakho, misela oomantyi nabagwebi ukuze bajonge ucwangco kubo bonke abantu abalapho kwelentshona ye-Efrati – bonke abawaziyo umthetho woThixo wakho. Bonke ke abangawaziyo uze ubafundise.

funda isahluko epheleleyo Uezra 7

imbono Uezra 7:25 kwimeko