Testamente Endala

Testamente Entsha

Uezra 7:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kamva ke, ngethuba lolawulo lukakumkani wasePeshiya uAtashasta, kwagaleleka uEzra, ephuma eBhabheli. UEzra lo wayengunyana kaSeraya, ka-Azariya, kaHilekiya,

funda isahluko epheleleyo Uezra 7

imbono Uezra 7:1 kwimeko