Testamente Endala

Testamente Entsha

Uezra 6:9 Ibhayibhile (XHO96)

Nantoni na efunekayo – iinkunzana zeenkomo, iinkunzi zeegusha, amaxhwane angamaduna okwenzela uThixo wezulu amadini atshiswayo, ngokunjalo nengqolowa, ityuwa, iwayini, namafutha omnquma, ngokwesicelo sababingeleli apho eJerusalem – zonke ezi zinto mabazinikwe yonke imihla kungaphazanywa,

funda isahluko epheleleyo Uezra 6

imbono Uezra 6:9 kwimeko