Testamente Endala

Testamente Entsha

Uestere 7:9 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke uHabhona, elinye lamaphakathi ajongene nokumkani, wathi: “Kambe ukhona umthi wokuxhoma phaya ngasendlwini kaHaman; uziimitha ezimashumi mabini anambini ukuphakama. Wakhiwe nguye, esenzela uModekayi lo wathethayo wamhlangula ukumkani.”Ukumkani ke wathi: “Mxhomeni kuwo!”

funda isahluko epheleleyo Uestere 7

imbono Uestere 7:9 kwimeko