Ngoko ke uHaman waxhonywa kuloo mthi wayewulungiselele uModekayi; ke wona umsindo kakumkani watsho wathotha.