Testamente Endala

Testamente Entsha

Uestere 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Yayingena khona ngorhatya, ize kusasa ibuyele kwelinye icala kwalapho kwelababhinqileyo, ngoku ibe sesandleni sikaShashagazi, iphakathi likakumkani elalijongene namaqadi. Ke kaloku emva koko yayingaphindeli kukumkani ngaphandle kokuba abe ukholisiwe yiyo. Xa kunjalo ke wayeyibiza ngegama.

funda isahluko epheleleyo Uestere 2

imbono Uestere 2:14 kwimeko